Abantu basebenzise iziyobisi ixesha elide bezama ukunciphisa iintlungu nokuphepha iingxaki.

Imizekelo yeziyobisi ibandakanya i heroin, i cocaine kunye nentsangu. Utywala sisiyobisi.
Kukho amachiza amaninzi amiselwe ngoogqirha njengamayeza kwizigulana zabo. Oku kwaziwa njenge ziyobisi zonyango, ezikwabizwa ngokuba ngamachiza onyango.