I Purification Program isusa umntu kwezi ziyobisi kunye nezinye izinto eziyityhefu ezakhe emzimbeni. Le nkqubo, esonganyelwe ngokusondeleyo, ibandakanya oku kulandelayo:
Ukuzilolonga
Ukubila kwi sauna
Ukutya okunesondlo, kubandakanya ii vitamins, ii minerals njl. njl. kunye neoyile
I schedule sobuqu esihlelwe ngokufanelekileyo.

Injongo yokubaleka ayikuko ukwenza ukuba umntu abile kodwa ukwandisa ukuhamba kwegazi. Igazi lijula lingene kwimisipha kunye nethisu ukuze iintsholongwane ezinetyhefu ziphulwe kwaye zikhutshwe.