I rundown luthotho lwamanyathelo okuphatha inxenye yobomi bomntu okanye ubunzima kwaye isiphumo sakhe esaziwayo. Iziphumo ze Rundown Ngeziyobisi zikhululekile kwiziphumo eziyingozi zeziyobisi, notywala kunye nonyango kwaye zikhululekile kwizidingo zokuzithatha.

I Processing kwi Rundown Ngeziyobisi ayijongani kuphela neempembelelo zeziyobisi, kodwa kwenza ukuba umntu lowo afumane kwaye azisuse izizathu ezamkhokelela ukuba azisebenzise kwasekuqaleni. Ngokwenza oku ususa ngokupheleleyo nawuphi na umnqweno ekusenokufuneka awusebenzise okanye uxhomekeke kwiziyobisi kwixa elizayo.