Ukunika umntu ii vitamins kunye nee minerals ngelixa le dry out kuye kwafunyaniswa kubaluleke kakhulu kwi withdrawal yempumelelo. Endaweni yokumenza ukuba ayeke ukuthatha iziyobisi, kunye nentlungu kunye nomngcipheko wokusilela, unikwa uninzi lwee vitaminis kunye nee minerals.
Xa zisetyenziswe kakuhle, ii Process Zezinto Ezibonakalayo zenza lula i withdrawal symptomps zomntu, kunye nee vitamins kunye nee minerals, ukwenza i withdrawal ephumelelayo kunokwenzeka kancinci ukuphazamiseka.