Ii Process Zezinto Ezibonakalayo
Fumana umhlobo okanye umntu omaziyo oye wasebenzisa iziyobisi kwaye umnike enye yee Process Zezinto Ezibonakalayo kwi-Iinkqubo zokuNceda i Withdrawal. Yenza iprocess de umntu afumane izikhombisi ezilungileyo kwaye abe ne cognition ngenxa ye process. Phinda oku kunye nabanye abantu obaziyo de ube uziva unokholo kumandla akho okusebenzisa ezi processes.