Zinikezwa kunye, oko kukuthi, zonke, ngexesha, elinye.
Akufunekanga hayi zithathwe kwisisu esingenanto njengoko oku kunokubangela ukutshiswa sisisu. Zifanele zithathwe emva kwesidlo okanye, ukuba zithathwe phakathi kokutya, kunye ne yoghurt.
Ii vitamins kunye nee minerals ezingaphezulu kufuneka zinikwe amatyeli amane ngosuku, phantse zonke iiyure ezintandathu, ngalo lonke ixesha umntu ephuma kwiziyobisi.
Zinikezwe kunye, oko kukuthi, zonke ngexesha elinye.

Isisombululo esisetyenzisiweyo sibizwa ngokuba “yi Cal-Mag fomyula.” I Cal-Mag ibonelela nge calcium kunye ne magnesium echanekileyo engekhoyo kumntu kwaye okhe wazisebenzisa iziyobisi.