Ingqondo yakho yile uyisebenzisayo ukucinga, ukukhumbula kunye nokuthatha isigqibo. Iqulathe iirekhodi zayo yonke into eyenzekileyo kuwe ukusuka ekuqaleni kobomi bakho kude kube ngoku.

Oku kwaziwa ngokuba yi restimulation, inkumbulo edlulileyo esebenzayo ngenxa yeemeko zangoku ezihambelana neemeko zangaphambili.

Kuba umntu othatha iziyobisi akakho kwixesha langoku, uhlala esenza iimpazamo eziloluhlobo. Zingaba ziimpazamo ezincinci ezimenza abonakale engenamdla, njengoku nkqonkqa ibhakethi lamanzi. Eyona nto imbi kakhulu, umntu unokuba ngumntu ophambeneyo. Iziganeko ezibonakalayo kuye zahluke ngokupheleleyo kunezo zibonakalayo komnye umntu.