Ukuqonda ii Pluspoints
Fumana iimagazini ezithile kwaye uzifunde. Chonga ii pluspoints kumabali kunye namanqaku. Thetha nabantu ekhayeni lakho, emsebenzini, esitalatweni kwaye uchonge ii pluspoints njengoko zidweliswe ngezantsi:
Iinyani Ezinxulumeneyo Ezaziwayo
Iziganeko Ngokulandelelana Okuchanekileyo
Ixesha Elibekiweyo
I Data Engqinwe Yinyaniso
OkuLungileyo Kunxulumene Nokubaluleka
Ixesha Elilindelekiyo
I Data Eyoneleyo
I Data Esebenzayo
Umthombo Olungileyo
Ukujolisa Okuchanekileyo
I Data Ekwahlukaniseni Okufanayo
Izazisi Ziyafana
Izinto Ezifanayo Ziyafana
Umahluko Wahlukile
Yenza lo msebenzi ude ube ufumene nokuba inye kolu luhlu lwe pluspoints. Qhubeka ukuyenza de ube uziva unethemba lokuba ungabona ngokulula okanye uqaphele ii pluspoints.