Ukuqonda ii Outpoints
Isakhono sesiqwenga somsebenzi owunikiwe
Qaphela: Ezi zakhono zokugqibela zisengakhethwa. Akunyanzelekanga ukuba uzenze. Zibandakanyelwe wena apha ukuba uzenze zikuncede kwaye ufumane ulwazi olongezelelweyo kunye nobunakho bokusebenzisa izixhobo zekhosi.
Fumana amaphephandaba kwaye uwafunde. Chonga ii outpoints kumabali nganye kwezi zilandelayo ii outpoints:
I Data Ekhutshiweyo
Ulandelelwano Olutshintshiweyo
Ixesha Elishiyiweyo
Ubuxoki
Ukubaluleka Okutshintshiweyo
Ukujolisa Okungalunganga
Umthombo Ongalunganga
Iinyani Ezichaseneyo
Ixesha Elongeziweyo
Ulongezelelo lwe Data e Ngenakusebenza
I Datum Efakwe Ngokungafanelekanga
Ezicingelwayo “Izazisi” Azifani
Okucingelwayo “Ukufana” Akufani
Ocingelwayo “Umahluko” Awahlukanga
Yenza lo msebenzi ude ube ufumene nokuba inye kuluhlu lwezi outpoints. Qhubeka ukuyenza de ube uziva unethemba lokuba ungabona ngokulula okanye uqonde ii outpoints.