7.2 VAVANYA UKUQONDA KWAKHO Yintoni ebizwa ngokuba “bububhanxa obukhulu kakhulu obuchaza yonke into kwaye buvula umnyango wokuphucula indlela eya kwindawo elungileyo”? 3 Obona bubhanxa bukhulu obuchaza konke kwaye buvula umnyango wokuphucula indlela eya kwindawo elungileyo yi Why. Obona bubhanxa bukhulu obuchaza konke kwaye buvula umnyango wokuphucula indlela eya kwindawo elungileyo yi Why. /xh-ZA/tools-for-life/investigations/steps/doing-an-investigation.html#answer-1 Ukwenza Uphando Umbono oqaqambileyo. Iimpazamo. Imeko. I Why. Umntu obamamelayo abantu endaweni kwaye athathe ezabo ii Whys usemngciphekweni. Ukuba ezi ibizi Whys, ke izinto beziya kuba ngcono. 0 Umntu obamamelayo abantu endaweni kwaye athatheezabo ii Whys usemngciphekweni. Ukuba ezi ibizi Whys, ke izinto beziya kuba ngcono. Umntu obamamelayo abantu endaweni kwaye athatheezabo ii Whys usemngciphekweni. Ukuba ezi ibizi Whys, ke izinto beziya kuba ngcono. /xh-ZA/tools-for-life/investigations/steps/doing-an-investigation.html#answer-2 Ukwenza Uphando Inyani Ubuxoki Yintoni indawo ekhoyo elungile njenge? 2 Indawo ekhoyo ilungile xa ivelisa phandle iimveliso zayo, ayilunganga njengoko ipeyintiwe okanye ugqunyiwe okanye luthini uluvo loluntu malunga nayo. Indawo ekhoyo ilungile xa ivelisa phandle iimveliso zayo, ayilunganga njengoko ipeyintiwe okanye ugqunyiwe okanye luthini uluvo loluntu malunga nayo. /xh-ZA/tools-for-life/investigations/steps/doing-an-investigation.html#answer-3 Ukwenza Uphando Njengoko ilungile iya kuhlala injalo kuba iyindawo ekhoyo. Ilungile njengokuba kunikwe ingxelo ngabaqeshwa. Ilunge njengokuba ivelisa phandle iimveliso zayo. Qhubeka Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu Buyela emva kwinqanaba lam lokugqibela QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Ukwenza Uphando Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona. Buyela emva ufunde inqaku kwakhona