1.2 VAVANYA UKUQONDA KWAKHO Izinto ziyabangelwa. Azenzeki nje. Kukho izizathu ezibangela yonke imeko engathandekiyo okanye enzima—izizathu onokuthi wenze into ngazo. 0 Izinto ziyabangelwa. Azenzeki nje. Kukho izizathu ezibangela yonke imeko engathandekiyo okanye enzima—izizathu onokuthi wenze into ngazo. Izinto ziyabangelwa. Azenzeki nje. Kukho izizathu ezibangela yonke imeko engathandekiyo okanye enzima—izizathu onokuthi wenze into ngazo. /xh-ZA/tools-for-life/investigations/steps/investigation-and-its-use.html#answer-1 Uphando kunye Nomsebenzi Walo Inyani Ubuxoki Khetha amanyathelo amathathu onokuwenza ukufumana unobangela wengxaki. 0,1,2 (a) ufumanisa inxenye k’umbutho ayisebenzi kakuhle okanye nantoni na oyiphandayo kwaye (b) ufumana into ongaliqondiyo ngayo kwaye (c) ubuza imibuzo kubantu baloo ndawo inxulumene nengxaki okanye ujonge endaweni ukuze ufumane ulwazi ngakumbi. (a) ufumanisa inxenye k’umbutho ayisebenzi kakuhle okanye nantoni na oyiphandayo kwaye (b) ufumana into ongaliqondiyo ngayo kwaye (c) ubuza imibuzo kubantu baloo ndawo inxulumene nengxaki okanye ujonge endaweni ukuze ufumane ulwazi ngakumbi. /xh-ZA/tools-for-life/investigations/steps/investigation-and-its-use.html#answer-2 Uphando kunye Nomsebenzi Walo Ufumana indawo engasebenzi kakuhle k’umbutho okanye nantoni na oyiphandayo. Ufumana into ongaliqondiyo ngayo. Ubuza imibuzo kubantu abakuloo ndawo inxulumene nengxaki okanye ujonge endaweni leyo ukufumana ulwazi ngakumbi. Ujonga ukuba abantu bangathanda na ukuba nexesha elingakumbi lokuba kunye neentsapho zabo okanye ukusebenza kwizinto abazithandayo. Uya kundwendwela eminye imibutho efanayo ukuze ufumane izimvo kwaye ubone ukuba benza ntoni. Qhubeka Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu Buyela emva kwinqanaba lam lokugqibela QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Uphando kunye Nomsebenzi Walo Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona. Buyela emva ufunde inqaku kwakhona