UPHANDO
IVELA KWINCWADI YE SCIENTOLOGY
Bhalisa usebenzisa idilesi ye-meyile:

Kule khosi uya kufunda:
- Ukuchonga ukuba yintoni eyenza into ibe sengqiqweni okanye ingekho ngqiqweni.
- Uluhlalutya njani ulwazi ukuze wazi ukuba kufuneka wenze ntoni ukulungisa imeko.
- Izakhono ozidingayo zokuchonga ezona zizathu zemphumelelo okanye ukusilela kuyo nayiphi na inkalo yobomi.