Bhala uHlelo ukufezekisa i Goal
Bhala uhlelo lokufezekisa oko ekujoliswe kuko oqale ngako iSakhono Sokwenza #1, Beka i Goal. Sebenzisa amanyathelo okuqala weSikali soLawula osele uwenzile (injongo, umgaqo-nkqubo kunye nesicwangciso) kwaye, ngokusekwe kwisicwangciso, sebenza uhlelo kunye naziphi na iiprojekthi onokuzifuna. Beka amanyathelo ashiyekileyo eSikali soLawulo ukwenzela ukuba ube nazo zonke izinto ezisesikalini kwaye uzisebenzise ukufezekisa i goal yakho.