6.2 VAVANYA UKUQONDA KWAKHO Izicwangciso qhinga zenziwa kweliphi inqanaba leqela? 2 Olu luhlobo locwangciso olwenziwa kwinqanaba eliphezulu leqela okanye lenkampani ziinkokheli zalo nabalawulayo. Ngabo banembono ebanzi kuwo wonke umsebenzi, ke ngabo abanokufumana isicwangciso seqela liphela. Olu luhlobo locwangciso olwenziwa kwinqanaba eliphezulu leqela okanye lenkampani ziinkokheli zalo nabalawulayo. Ngabo banembono ebanzi kuwo wonke umsebenzi, ke ngabo abanokufumana isicwangciso seqela liphela. /xh-ZA/tools-for-life/targets/steps/strategic-planning.html#answer-1 Ucwangciso loBuchule Oku kwenziwa kwinqanaba eliphantsi, kuba abasebenzi apho bayayazi ngokwenzekayo. Azenziwanga konke konke kodwa zithengwa kwi-intanethi. Olu luhlobo locwangciso olwenziwa kwinqanaba eliphezulu leqela okanye lenkampani ziinkokheli zalo nabalawulayo. Isicwangciso cebo sikunika umkhombandlela kwimisebenzi yawo onke amanqanaba asezantsi eqela. 0 Isicwangciso cebo sikunika umkhombandlela kwimisebenzi yawo onke amanqanaba asezantsi eqela. Amanqanaba asezantsi anezicwangciso zawo kunye nohlelo kunye neeprojekthi. Ezi zinto zithatha indawo ekufuneka zijongane nemimandla yazo encinci kwaye ezi zicwangciso zincinci ziyaququzelelwa ukunceda ukufezekisa eyona goal iphambili. Isicwangciso cebo sikunika umkhombandlela kwimisebenzi yawo onke amanqanaba asezantsi eqela. Amanqanaba asezantsi anezicwangciso zawo kunye nohlelo kunye neeprojekthi. Ezi zinto zithatha indawo ekufuneka zijongane nemimandla yazo encinci kwaye ezi zicwangciso zincinci ziyaququzelelwa ukunceda ukufezekisa eyona goal iphambili. /xh-ZA/tools-for-life/targets/steps/strategic-planning.html#answer-2 Ucwangciso loBuchule Inyani Ubuxoki Leliphi inyathelo eliphakathi kwenjongo kunye necebo? 0 Ke phakathi kwenjongo kunye necebo kusoloko kukho inyathelo lokucwangciswa ngeqhinga. Singathi isicwangciso-qhinga yindlela yokufumana injongo ukuba isebenze. Ke phakathi kwenjongo kunye necebo kusoloko kukho inyathelo lokucwangciswa ngeqhinga. Singathi isicwangciso-qhinga yindlela yokufumana injongo ukuba isebenze. /xh-ZA/tools-for-life/targets/steps/strategic-planning.html#answer-3 Ucwangciso loBuchule Phakathi kwenjongo kunye necebo kuhlala kukho inyathelo lokucwangciswa ngeqhinga. Kukho inyathelo lokujonga phakathi kwenjongo kunye necebo. Uvele wasuka kwinjongo waya ngqo kwiqhinga ngaphandle kwenyathelo eliphakathi. Qhubeka Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu Buyela emva kwinqanaba lam lokugqibela QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Ucwangciso loBuchule Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona. Buyela emva ufunde inqaku kwakhona