Seta oko i Goal
Isakhono sesiqwenga somsebenzi owunikiwe
Qaphela: Ezi zakhono zokugqibela zisengakhethwa. Akunyanzelekanga ukuba uzenze. Zibandakanyelwe wena apha ukuba uzenze zikuncede kwaye ufumane ulwazi olongezelelweyo kunye nobunakho bokusebenzisa izixhobo zekhosi.
Sebenza ii goals ofuna ukuziphumeza. Ingaba ezi ezinye sele zisetyenzwa kwangoku? Ingaba ezinye zezi zikwi “ngcamango elungileyo” kwaye azange zisetyenzwe kakhulu? Khetha i goal ibe nye ofuna ukuyiphuhlisa ngakumbi.