7.2 VAVANYA UKUQONDA KWAKHO Leliphi ixesha elisetyenziswa kwisicwangciso sedabi? 0 I “sicwangciso sedabi” sichazwa njengoluhlu loko ekujoliswe kuko kosuku okanye kweveki ezayo okuza kunceda ukuzisa isicwangciso seqhinga. Oku ekujoliswe kuko kuphatha iintshukumo ekufuneka zenziwe ngoku okanye ngokukhawuleza. Ziphinde ziphathe nantoni na enokuthi ibambe oko ekujoliswe kuko, enje ngento engalungelani, elahlekile okanye yenziwe ngokungachanekanga. I “sicwangciso sedabi” sichazwa njengoluhlu loko ekujoliswe kuko kosuku okanye kweveki ezayo okuza kunceda ukuzisa isicwangciso seqhinga. Oku ekujoliswe kuko kuphatha iintshukumo ekufuneka zenziwe ngoku okanye ngokukhawuleza. Ziphinde ziphathe nantoni na enokuthi ibambe oko ekujoliswe kuko, enje ngento engalungelani, elahlekile okanye yenziwe ngokungachanekanga. /xh-ZA/tools-for-life/targets/steps/battle-plans.html#answer-1 iziCwangciso zeDabi I “sicwangciso sedabi” sichazwa njengoluhlu loko ekujoliswe kuko kosuku okanye kweveki ezayo okuza nceda ukuzisa ucwangciso lobuchule. Ithatha ixesha elingaphantsi konyaka. Ixesha lesicwangciso sedabi lixhomekeke ekubeni isicwangciso sedabi sizakuthatha ixesha elingakanani. Leliphi inqanaba elingezantsi kwezicwangciso-qhinga? 1 Kumanqanaba asezantsi anoba uwuphi na umsebenzi, ngaphantsi kwesicwangciso sobuchule, umntu ulifumana apho ucwangciso lwecebo. Ukuqhuba isicwangciso-qhinga, kufuneka kubekho isicwangciso zenshukumo (njengokuthi mangaphi amajoni ekufuneka athunyelwe phi kwaye nini) kunye nezenzo (ezinje ngokuba baya kuhlasela okanye balinde nto ithile ukuba yenzakale kuqala). Ezi zezinye zezinto eziyimfuneko ukuze kwenziwe ucwangciso lwecebo. Ukucwangciswa lwecebo kuqhele ukwenzeka kumanqanaba asezantsi emkhosini kwaye iqhele ukusetyenziswa ekubekeni isicwangciso sobuchule ukuba sisebenze. Kumanqanaba asezantsi anoba uwuphi na umsebenzi, ngaphantsi kwesicwangciso sobuchule, umntu ulifumana apho ucwangciso lwecebo. Ukuqhuba isicwangciso-qhinga, kufuneka kubekho isicwangciso zenshukumo (njengokuthi mangaphi amajoni ekufuneka athunyelwe phi kwaye nini) kunye nezenzo (ezinje ngokuba baya kuhlasela okanye balinde nto ithile ukuba yenzakale kuqala). Ezi zezinye zezinto eziyimfuneko ukuze kwenziwe ucwangciso lwecebo. Ukucwangciswa lwecebo kuqhele ukwenzeka kumanqanaba asezantsi emkhosini kwaye iqhele ukusetyenziswa ekubekeni isicwangciso sobuchule ukuba sisebenze. /xh-ZA/tools-for-life/targets/steps/battle-plans.html#answer-2 iziCwangciso zeDabi Yimithetho esisiseko yokulungiselela. Kumanqanaba asezantsi anoba uwuphi umsebenzi, ngaphantsi kwesicwangciso sobuchule, umntu ulifumana apho unocwangciso lwecebo. Akhonto. Ucwangciswa-qhinga lolona hlobo lusezantsi, olona lwenza isisiseko kucwangciso. “Abaphathi abesemaphakathini” alunamsebenzi nesicwangciso seqhobuchule kwaphela. 1 “Abaphathi abasemaphakathini”—iinkokeli zamaqela amakhulu amajoni ngaphakathi komkhosi ukwehla ukuya kwiinkokheli zamaqela amancinci agutyungelwe leli gama—axhalabile ngokusebenzisa isicwangciso seqhinga. “Abaphathi abasemaphakathini”—iinkokeli zamaqela amakhulu amajoni ngaphakathi komkhosi ukwehla ukuya kwiinkokheli zamaqela amancinci agutyungelwe leli gama—axhalabile ngokusebenzisa isicwangciso seqhinga. /xh-ZA/tools-for-life/targets/steps/battle-plans.html#answer-3 iziCwangciso zeDabi Inyani Ubuxoki Qhubeka Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu Buyela emva kwinqanaba lam lokugqibela QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku iziCwangciso zeDabi Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona. Buyela emva ufunde inqaku kwakhona