1.2 VAVANYA UKUQONDA KWAKHO Yintoni intsingiselo yegama elithi i goal? 0 I goal yinto umntu afuna ukuyenza okanye abenayo, ke imikhomba-ndlela yakhe uyolathisa ekuyifezekiseni loo nto. I goal ihlala igubungele ixesha elide. I goal yinto umntu afuna ukuyenza okanye abenayo, ke imikhomba-ndlela yakhe uyolathisa ekuyifezekiseni loo nto. I goal ihlala igubungele ixesha elide. /xh-ZA/tools-for-life/targets/steps/administrative-scale.html#answer-1 Isikali sokuLawula Yinto umntu afuna ukuyenza okanye abenayo, ke imikhomba ndlela yezenzo zakhe zolatha ekuyifezekiseni lonto. Umbono umntu anawo ngento ethile angathanda ukuba nayo. Into usapho lomntu olufuna abe yiyo. Imveliso yokugqibela exabisekileyo yinto enokutshintshiselwana ngayo neminye imisebenzi. 0 Imveliso yokugqibela exabisekileyo yinto enokutshintshiselwana ngayo neminye imisebenzi. Utshintshiselwano luthetha ukunika into enexabiso njengembuyekezo yento exabisekileyo. Imveliso yokugqibela exabisekileyo inokutshintshiselana ngenkxaso, njengo kutya, impahla, imali okanye intsebenziswano. Imveliso yokugqibela exabisekileyo yinto enokutshintshiselwana ngayo neminye imisebenzi. Utshintshiselwano luthetha ukunika into enexabiso njengembuyekezo yento exabisekileyo. Imveliso yokugqibela exabisekileyo inokutshintshiselana ngenkxaso, njengo kutya, impahla, imali okanye intsebenziswano. /xh-ZA/tools-for-life/targets/steps/administrative-scale.html#answer-2 Isikali sokuLawula Inyani Ubuxoki Isakhono ekuthi ngaso zonke izinto Zesikali Solawulo nakweyiphi na imisebenzi ehlelwe ngokuqondiswa yasetyenzwa ibizwa ngokuba iyintoni? 1 Isakhono ekuthi ngaso zonke ezizinto zihlelwe ngokuqondiswa zade zenziwa zibizwa ngokuba “kukuphatha.” Kwaye nawuphina na umsebenzi unokuphuculwa ngokuhlelwa kokuqondiswa kwezinto kwesi sikali ukuze zisebenze kunye ukufezekisa i goal. Isakhono ekuthi ngaso zonke ezizinto zihlelwe ngokuqondiswa zade zenziwa zibizwa ngokuba “kukuphatha.” Kwaye nawuphina na umsebenzi unokuphuculwa ngokuhlelwa kokuqondiswa kwezinto kwesi sikali ukuze zisebenze kunye ukufezekisa i goal. /xh-ZA/tools-for-life/targets/steps/administrative-scale.html#answer-3 Isikali sokuLawula Umsebenzi onzima Ukuphatha Amathamsanqa Qhubeka Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu Buyela emva kwinqanaba lam lokugqibela QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Isikali sokuLawula Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona. Buyela emva ufunde inqaku kwakhona