1.2 VAVANYA UKUQONDA KWAKHO Ukuze ukwazi ukunxibelelana naye nabani na kakuhle, kuya kufuneka uwuqonde umxholo ngokupheleleyo. 0 Ukuze ukwazi ukunxibelelana ngokwenene naye nabani na kwaye wenze kakuhle kakhulu, kuya kufuneka uwuqonde umxholo ngokupheleleyo. U L. Ron Hubbard ukwenze kwalula ukwenza oko. Ukuze ukwazi ukunxibelelana ngokwenene naye nabani na kwaye wenze kakuhle kakhulu, kuya kufuneka uwuqonde umxholo ngokupheleleyo. U L. Ron Hubbard ukwenze kwalula ukwenza oko. /xh-ZA/tools-for-life/communication/steps/what-is-communication.html#answer-1 Luyintoni Unxibelelwano? Inyani Ubuxoki Ekunxibelelaneni, lithetha ntoni isuntswana? 1 Isuntswana yinto idluliswayo ngonxibelelwano. Ingaba yinto, umyalezo obhaliweyo, ilizwi elithethiweyo okanye umbono. Isuntswana yinto idluliswayo ngonxibelelwano. Ingaba yinto, umyalezo obhaliweyo, ilizwi elithethiweyo okanye umbono. /xh-ZA/tools-for-life/communication/steps/what-is-communication.html#answer-2 Luyintoni Unxibelelwano? Umamkeli wonxibelelwano Into, umyalezo obhaliweyo, igama elithethiweyo okanye umbono Umthumeli wonxibelelwano Zeziphi kwezi zilandelayo ezifakiweyo kwiFomyula yoNxibelelwano? 0,1,2,3,4,5,6 Ifomyula yoNxibelelwano ngunobangela, umgama, isiphumo, ngenjongo, ingqalelo, uphinda-phindo ngokuqonda. Ifomyula yoNxibelelwano ngunobangela, umgama, isiphumo, ngenjongo, ingqalelo, uphinda-phindo ngokuqonda. /xh-ZA/tools-for-life/communication/steps/what-is-communication.html#answer-3 Luyintoni Unxibelelwano? Unobangela Umgama Isiphumo Injongo Ingqalelo Uphinda-phindo Ukuqonda Qhubeka Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu Buyela emva kwinqanaba lam lokugqibela QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Luyintoni Unxibelelwano? Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona. Buyela emva ufunde inqaku kwakhona