Uqeqesho Drills
Isakhono sesiqwenga somsebenzi owunikiwe
Oku kulandelayo yimisebenzi enxulumana nonxibelelwano. Le misebenzi iya kukunceda uqonde kwaye usebenzise lemigaqo yonxibelelwano ebomini.
Qaphela: Eminye imisebenzi kufuneka yenziwe nomnye umntu. Ukuba akukho mntu oza kusebenzisana naye, sikukhuthaza ukuba uye kwinqanaba elilandelayo lekhosi. Siza kukhumbuza kamva ukuba ufumane umntu oza kugqibezela kunye naye umsebenzi ngelo xesha.
Ngokulandelayo uyakube usenza ii drill zoqeqesho lonxibelelwano nomnye umntu. Yenza oku kulandelayo:
- Fumana umntu othile ozakusebenza naye njengeqabane ukuze ukwazi ukwenza naye ii drill.
- Cela iqabane lakho lifunde zonke ii drill.
- Thathani isigqibo ngubani oza kuba ngu coach kuqala.
- Emva koko qala i TR yokuqala!
Yenza i drill — Uqeqesho 0: Yiba Lapho
Ungazikhuphela kwaye uprinte ikopi ye drill ukuze ube nento esandleni ojonga kuyo ngelixa usenza.
Yenza i drill — Uqeqesho 0: Ukujongana
Ungazikhuphela kwaye uprinte ikopi ye drill ukuze ube nento esandleni ojonga kuyo ngelixa usenza.
Yenza i drill — Uqeqesho 1: Ukuhambisa uNxibelelwano
Ungazikhuphela kwaye uprinte ikopi ye drill ukuze ube nento esandleni ojonga kuyo ngelixa usenza.
Yenza i drill — Uqeqesho 2: Ii Acknowledgment
Ungazikhuphela kwaye uprinte ikopi ye drill ukuze ube nento esandleni ojonga kuyo ngelixa usenza.
Yenza i drill — Uqeqesho 3: Umbuzo Ophindaphindayo
Ungazikhuphela kwaye uprinte ikopi ye drill ukuze ube nento esandleni ojonga kuyo ngelixa usenza.
Yenza i drill — Uqeqesho 4: Ii Origination
Ungazikhuphela kwaye uprinte ikopi ye drill ukuze ube nento esandleni ojonga kuyo ngelixa usenza.
Ukuba awunaye omnye umntu onokwenza esisakhono sokwenza kunye naye ngoku, ungakugcina oku ukwenzela ukukusebenzisa kamva kwaye siza kukuthumela isikhumbuzo kunye nekhonkco.