3.2 VAVANYA UKUQONDA KWAKHO Umjikelo wonxibelelwano kunye ne two-way communication okunene zizinto ezimbini ezahlukeneyo. 0 Umjikelo wonxibelelwano kunye ne two-way communication okunene zizinto ezimbini ezahlukeneyo. I two-way communication kulapho unxibelelwano luhamba ukusuka ku-Joe ukuya ku-Bill ize ngokwahlukeneyo, ukusuka ku-Bill ukuya ku-Joe. Umjikelo wonxibelelwano kunye ne two-way communication okunene zizinto ezimbini ezahlukeneyo. I two-way communication kulapho unxibelelwano luhamba ukusuka ku-Joe ukuya ku-Bill ize ngokwahlukeneyo, ukusuka ku-Bill ukuya ku-Joe. /xh-ZA/tools-for-life/communication/steps/two-way-communication.html#answer-1 I Two-way Communication Inyani Ubuxoki U-Joe uza kumenza njani u-Bill ukuba a originate unxibelelwano olutsha emva kokuba egqibile? 1 U-Joe, originated unxibelelwano aze alugqibe, alinde u-Bill ukuba aqale unxibelelwano ku-Joe. U-Bill originates unxibelelwano kwaye oku kuyavakala ku-Joe, aphendule u-Joe kwaye u-Bill acknowledged. Oku kuphelelisa intsalela yomjikelo we two-way communication. U-Joe, originated unxibelelwano aze alugqibe, alinde u-Bill ukuba aqale unxibelelwano ku-Joe. U-Bill originates unxibelelwano kwaye oku kuyavakala ku-Joe, aphendule u-Joe kwaye u-Bill acknowledged. Oku kuphelelisa intsalela yomjikelo we two-way communication. /xh-ZA/tools-for-life/communication/steps/two-way-communication.html#answer-2 I Two-way Communication Angathatha umzuzwana aze axhawule isandla sika-Joe. U-Joe, originated unxibelelwano aze alugqibe, alinde u-Bill ukuba aqale unxibelelwano ku-Joe. Uya kucinga enye into anokuthetha ngayo aze atshintshe umxholo. Qhubeka Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu Buyela emva kwinqanaba lam lokugqibela QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku I Two-way Communication Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona. Buyela emva ufunde inqaku kwakhona