2.2 VAVANYA UKUQONDA KWAKHO Ukuze kube lunxibelelwano oluyinyani, uPhinda-phindo luka-B kufuneka luthathe indawo yomyalezo ovela ku-A. 0 Ukuze kube lunxibelelwano oluyinyani, uPhinda-phindo luka-B kufuneka luthathe indawo yomyalezo ovela ku-A. Masithi u-A uthi, “Leyo yimoto ebomvu.” U-B kufuneka aphindaphinde oko kuthethiweyo kwaye ungacingi ukuba u-A uthe “Ayikude kakhulu leyo.” Ukuze kube lunxibelelwano oluyinyani, uPhinda-phindo luka-B kufuneka luthathe indawo yomyalezo ovela ku-A. Masithi u-A uthi, “Leyo yimoto ebomvu.” U-B kufuneka aphindaphinde oko kuthethiweyo kwaye ungacingi ukuba u-A uthe “Ayikude kakhulu leyo.” /xh-ZA/tools-for-life/communication/steps/communication-in-practice.html#answer-1 Unxibelelwano Ngokuziqhelanisa Inyani Ubuxoki Yintoni emele yenzeke ukuba inqanaba lokuqala lomjikelo wonxibelelwano wenzeke? 1 Ke sifumana umthetho wokuba u-B, njenge Siphumo, kufuneka enze uPhinda-phindo koko kuthethwe ngu-A, njengo Nobangela, nokuba yinto nje encinci, ukwenzala ukuba inyathelo lokuqala lomjikelo wonxibelelwano lenzeke. Ke sifumana umthetho wokuba u-B, njenge Siphumo, kufuneka enze uPhinda-phindo koko kuthethwe ngu-A, njengo Nobangela, nokuba yinto nje encinci, ukwenzala ukuba inyathelo lokuqala lomjikelo wonxibelelwano lenzeke. /xh-ZA/tools-for-life/communication/steps/communication-in-practice.html#answer-2 Unxibelelwano Ngokuziqhelanisa Kumele ukuba bekukho iingxoxo zangaphambili phakathi ko-A no-B. U-B, njenge Siphumo, kufuneka enze uPhinda-phindo koko kuthethwe ngu-A, njengo Nobangela, nokuba kukancinane kangakanani. U-A makazazise ngendlela efanelekileyo ku-B. U-A kunye no-B abanakuba ngabasemzini ngokupheleleyo. Kumxholo wonxibelelwano, uthetha ntoni umdla? 3 Umdla uthetha ukuba unikela ingqalelo kwinto ethile. Umdla uthetha ukuba unikela ingqalelo kwinto ethile. /xh-ZA/tools-for-life/communication/steps/communication-in-practice.html#answer-3 Unxibelelwano Ngokuziqhelanisa Umthanda kakhulu umntu othile. Uzama ukuthetha into eza kuqondwa ngumntu lowo. Kufuneka ufumane ingqalelo yomnye umntu kuqala. Unika ingqalelo kwinto ethile. Indoda ingofileyo ngokungakwazi ukunxibelelana. Ungophilayo njengoko enokunxebelelana. 0 Kwaye khumbula, umntu ungofileyo njengoko engakwazi ukunxibelelana. Ungophilayo njengoko enokunxebelelana. Kwaye khumbula, umntu ungofileyo njengoko engakwazi ukunxibelelana. Ungophilayo njengoko enokunxebelelana. /xh-ZA/tools-for-life/communication/steps/communication-in-practice.html#answer-4 Unxibelelwano Ngokuziqhelanisa Inyani Ubuxoki Qhubeka Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu Buyela emva kwinqanaba lam lokugqibela QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Unxibelelwano Ngokuziqhelanisa Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona. Buyela emva ufunde inqaku kwakhona