I Two-way Communication
Jonga i two-way communication phakathi kwabantu ababini kwindawo okuyo, njengasemsebenzini okanye ekhaya. Qaphela ukuba unxibelelwano luyaqhubeka kakuhle okanye akunjalo kwaye uzibonele ngokwakho amanqaku ohlukeneyo onxibelelwano olulungileyo olusetyenziswayo okanye ukungabikho kwawo. Jonga eminye imijikelo ye two-way communication, uphinda-phinda le exercise ude wonwabe xa uzibona ezizinto ngokulula.