Amacandelo oNxibelelwano
Jonga macala onke uqaphele imizekelo yendlela indawo ezahlukeneyo zonxibelelwano ezisetyenziswa okanye ezingasetyenziswa ngayo kwiincoko. Ezi ndawo zibandakanya iNjongo, Ingqalelo, uPhinda-phindo, Ukuqonda nokuba abantu ababandakanyekayo bangu Nobangela okanye iSiphumo. Qhubeka ujonge unxibelelwano olukujikelezileyo de ube uzibona ngokulula iindawo ezahlukeneyo zonxibelelwano ezisetyenziswayo kunye nawaphi na amalungu angekhoyo okanye angasetyenziswanga ngokuchanekileyo.