UNXIBELELWANO
IVELA KWINCWADI YE SCIENTOLOGY
Bhalisa usebenzisa idilesi ye-meyile:
Kule khosi uya kufunda:
- Unxibelelana njani nomnye ukuze bamamele kwaye baqonde into oyithethayo.
- Eyona fomyula ifanelekileyo yonxibelelwano oluphumeleleyo kunye nendlela onokubuphucula ngayo ukubanakho bakho ekunxibelelaneni nabani na.
- Izixhobo onokuzisebenzisa ukulungisa nakuphi na ukusilela konxibelelwano onalo nabanye.