Into yokuqala kwaye eyona ibalulekileyo ukwazi malunga nokukhulisa abantwana bakho yindlela yokuqeqesha ngaphandle kokubaphula (ukubenzakalisa ngokweemvakalelo ukuze baphelelwe lithemba okanye ukuzithemba). Ufuna ukukhulisa umntwana wakho ngendlela yokuba akwazi ukuzikhathalela kwaye akufuneki ukuba ulawule rhoqo. Ukuziphatha kwakhe okuhle, impilo yakhe kunye nokonwaba kwakhe kuxhomekeke kuwe ekwenzeni oku ngokuchanekileyo.

Wonke umntwana unelungelo kwi
Wonke umntwana unelungelo kwi
Ke kufuneka uvumele umntwana wakho ukuba abe negalelo kuwe. Kodwa awukwazi ukumyalela ukuba abe negalelo. Awunakho ukumyalela ukuba achebe ingca kwaye ubize oku ngo mnikelo wakhe. Kufanele azibonele ngokwakhe ukuba yintoni igalelo lakhe aze ke alinike. Ukuba wenziwe ukuba enze into ukuze abe negalelo, akayikhethanga ngokwakhe kwaye ayiyo yakhe. Ukuxelelwa uba kumele enze ntoni ukuba abe negalelo kubonakala kuye njengolawulo olungakumbi oluphuma kuwe.