I Self-determinism yoMntwana
Isakhono sesiqwenga somsebenzi owunikiwe
Qaphela: Ezi zakhono zokugqibela zisengakhethwa. Akunyanzelekanga ukuba uzenze. Zibandakanyelwe wena apha ukuba uzenze zikuncede kwaye ufumane ulwazi olongezelelweyo kunye nobunakho bokusebenzisa izixhobo zekhosi.
Myeke Umntwana ahlale ethangeni lakho kwaye wenze uvavanyo oluchazwe kwi Uphila Kanjani Nabantwana. Qaphela ukuba kwenzeka ntoni xa ubambe umntwana emathangeni wakho umngqonge ngenalo zakho.