1.2 VAVANYA UKUQONDA KWAKHO Leliphi inyathelo lokuqala lokusebenzisa ngempumelelo ubudlelwane boluntu? 0 Inyathelo lokuqala lokusebenzisa ngempumelelo ubudlelwane boluntu, okanye i PR ngokufutshane, kukwazi inkcazo ye PR. Ngoku ichazwe kakuhle, yile: IMISEBENZI ELUNGILEYO IPAPASHWA KAKUHLE. Inyathelo lokuqala lokusebenzisa ngempumelelo ubudlelwane boluntu, okanye i PR ngokufutshane, kukwazi inkcazo ye PR. Ngoku ichazwe kakuhle, yile: IMISEBENZI ELUNGILEYO IPAPASHWA KAKUHLE. Ukwazi ingcaciso ye PR Ukwazi indlela yokudala ubudlelwane obungcono kunye nabantu Ukwazi indawo apho ungaqasha inkampani ye PR Ukuncuma kakhulu Qhubeka Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu Buyela emva kwinqanaba lam lokugqibela QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Buyintoni uBudlelwane boLuntu? Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona. Buyela emva ufunde inqaku kwakhona