Ubuchule (indlela) ye black propaganda izama ukuzisa isidima somntu, inkampani okanye ilizwe liphantsi kangangokuba bavinjwa nawaphi na amalungelo “ngesivumelwano ngokubanzi” phakathi kwesininzi sabantu endaweni abachaphazelekayo. Kuyenzeka ke ukuba utshabalalise umntu, inkampani okanye ilizwe ngokuhlaselwa okuncinci ukuba i black propaganda ngokwayo ayikakwenzi oku.

Kukho umthetho wendalo (iingxelo zenyani ezisekwe ekuqwalaselweni) emsebenzini ngelishwa ivana ne black propaganda.
APHO KUNGEKO ZIBAKALA EZIKHOYO, ABANTU BAYAKUZIYILA.