3.2 VAVANYA UKUQONDA KWAKHO Wonkewonke kuthetha uhlobo lwabaphulaphuli. 0 “Wonkewonke” akuthethi ihlokondiba, isihlwele esikhulu sabantu, okanye indimbane. “Wonkewonke” kuthetha “uhlobo lwabaphulaphuli.” (Abaphulaphuli ngabantu abafumana umyalezo womnye, unxibelelwano, ukukhuthaza, njl.) “Wonkewonke” akuthethi ihlokondiba, isihlwele esikhulu sabantu, okanye indimbane. “Wonkewonke” kuthetha “uhlobo lwabaphulaphuli.” (Abaphulaphuli ngabantu abafumana umyalezo womnye, unxibelelwano, ukukhuthaza, njl.) Inyani Ubuxoki Qhubeka Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu Buyela emva kwinqanaba lam lokugqibela QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku uWonkewonke Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona. Buyela emva ufunde inqaku kwakhona