Umntu one overts kunye nee withhholds uye angabinakho ukuba nempembelelo kubomi bakhe nakwimpilo yabanye abamngqongileyo aze ayeke ukunxibelelana nabantu kunye namaqela lawo enze ii overt kuwo.

Ukubhala ii overt nee withhold zakho kubonelela ngendlela e out. Ngokujongana (ujonge ngokusondeleyo kwinyani yento), umntu unokufumana amava esiqabu kwaye asebenze ngakumbi kwiindawo zobomi bakhe.