Xa umntu esenza into eyenzakalisayo echasene nekhowudi yesimilo ebebevumelene ngayo, le yinto ebizwa ngokuba yi overt act, okanye ngokulula, yi overt.

Ngokubamba i overt, into enomdla iyenzeka ebantwini: bayayeka ukunxibelelana nomntu okanye izinto abazenzakalisileyo kwaye bagqibela ngokurhoxa (bemka okanye bebuyele umva) kwiindawo ebebefudula bebesebenza kuzo.