INGQIBELELO KUNYE NOKUNYANISEKA
IVELA KWINCWADI YE SCIENTOLOGY
Bhalisa usebenzisa idilesi ye-meyile:

Kule khosi uya kufunda:
- Isizathu sokuba umntu aphulukane nemvo yokuxabiseka kwakhe kunye nokuzihlonipha.
- Yintoni ebangela ukuba abantu barhoxe kubudlelwane babo, imisebenzi yabo, amaqela abo okanye kwanamaphupha abo.
- Iteknoloji echanekileyo ekuvumela ukuba uhlukane neziphoso zangaphambili-ukunciphisa ubunzima obubangelwa lukreqo.