Ukuzilolonga Ngokwenza
Isakhono sesiqwenga somsebenzi owunikiwe
Qaphela: Ezi zakhono zokugqibela zisengakhethwa. Akunyanzelekanga ukuba uzenze. Zibandakanyelwe wena apha ukuba uzenze zikuncede kwaye ufumane ulwazi olongezelelweyo kunye nobunakho bokusebenzisa izixhobo zekhosi.
- Fumana isibini esitshatileyo esinobunzima emtshatweni waso. Fumana isivumelwano sabo ukuba samkele uncedo lwakho ukuze umtshato wabo wolulwe.
- Kuqala, yenza ukuba amaqabane omtshato athabathe ikhosi yomtshato kwi-Intanethi ukuze baqonde ukuba yintoni ebangele ukuba umtshato wabo waphuke kwaye bazi ukuba yintoni ekufuneka yenziwe ukuze baphinde babe kunye.
- Ncedisa amaqabane omtshato ukuba asebenze ukuba enze ntoni uku postulate umtshato kwakhona kwaye aqalise ukudala kwakhona.
- Cela omabini amaqabane ukuba athabathe iKhosi Ingqibelelo kunye Nokunyaniseka kwi-Intanethi kwaye ubahlalise phantsi kwaye babhale ii overt kunye nee withholds zabo.
- Cela omabini amaqabane omtshato ukuba athathe iKhosi Ungazisombulula Njani Iimbamabano kwi-Intanethi ukuze bazi ukuba bamfumana njani umntu obangela nawuphi na umlo abebenawo okanye onokubakhona kwixesha elizayo.