Unxibelelwano sisiseko sempumelelo yomtshato apho umtshato owomeleleyo unokukhula khona. Ukungabikho konxibelelwano kuye kubangele ukutshabalala komtshato.

Kwi Scientology, nangona kunjalo, lukhona uvavanyo lwengqondo olulula kangangokuba wonke umntu unokulusebenzisa: yintoni “i lag yonxibelelwano” yomntu? I Lag ithetha ixesha lexesha phakathi kwento enye eyenzekayo kunye nenye into eyenzekayo. I lag yonxibelelwano bubude bexesha elidlula phakathi kokubuza umbuzo kunye nempendulo yalowo ubuzwe ngulowo ubuzayo.

Umona ubangelwa kukungazithembi komntu onomona.

Kukho ulwazi oluninzi kwi Scientology kwiindlela zokuphatha umtshato, kodwa nantsi ingcebiso esisiseko somtshato ophumelelayo: nxibelelana!