UNOBANGELA WOXINZELELO
IVELA KWINCWADI YE SCIENTOLOGY
Bhalisa usebenzisa idilesi ye-meyile:

Kule khosi uya kufunda:
- Kutheni umntu oqhuba kakuhle ebomini ngequbuliso enze kakubi okanye aqale ukusilela.
- Iimpawu ezilishumi elinambini ezichongiwe eziya kukunceda ukhethe abahlobo bakho kunye nabahlobo abanobulumko ngokufanelekileyo.
- Izixhobo onokuzisebenzisa ukunceda ukukhulula omnye kumthwalo woxinzelelo, ukuba aphile kakuhle kwaye onwabe kwakhona.