Ukuba uneprojekthi ofuna yenziwe, nantsi indlela yokuyenza:
Kuqala qokelela ulwazi malunga nazo zonke izinto ezizakwenziwa kwiprojekthi.
Emva koko dibanisa iindidi ezifanayo zezenzo ezifunekayo kwiprojekthi zibengumsebenzi omnye.
Ngoku nika abantu le misebenzi ukuba bayenze.
Xa ubanikile abantu imisebenzi yabo, misela iindlela zonxibelelwano zokuhamba phakathi kwamalungu eqela lakho.
Nika iqela lakho izixhobo elizifunayo ukuze lenze imisebenzi yalo.
Cwangcisa unxibelelwano kunye nentsebenziswano nabanye abantu, amaqela okanye imibutho eyimfuneko ukuze iprojekthi yenziwe.
Emva kokuba yonke le nto yenziwe, into ekufuneka yenziwe kukuyeka amalungu eqela ukuba axakeke esenza imisebenzi yawo.