5.2 VAVANYA UKUQONDA KWAKHO Ukuba ufuna umdla wokusebenza ophezulu kwishishini okanye kwinkampani yakho, kuya kufuneka 1 Ukuba ucwangcisa kakuhle nangokucokisekileyo uyakubanomdla ophezulu wokusebenza kwishishini okanye inkampani yakho. Ukuba ucwangcisa kakuhle nangokucokisekileyo uyakubanomdla ophezulu wokusebenza kwishishini okanye inkampani yakho. Nika abaqeshwa iholide ezininzi. Cwangcisa kakuhle nangokucokisekileyo. Gxotha abantu ocinga ukuba awubadingi. Qhubeka Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu Buyela emva kwinqanaba lam lokugqibela QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Ukucwangcisa kunye Nomdla Wokusebenza Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona. Buyela emva ufunde inqaku kwakhona