Ifomyula yeMeko
Sebenzela imeko yenxalenye yobomi bakho, njengomsebenzi wakho, into oyithandayo, ubomi bentsapho, nantoni na. Nje ukuba usebenzile imeko echanekileyo, bhala phantsi ephepheni into obungayenza ukufaka inyathelo ngalinye lefomyula yayo imeko emva koko ufake ifomyula.
QAPHELA: Phinda-phinda lo msebenzi kaninzi kangangoko ufuna ukuze ukwazi ukhululeka ngokupheleleyo ngemigaqo yenkqubo.