Amanani
Isakhono sesiqwenga somsebenzi owunikiwe
Qaphela: Ezi zakhono zokugqibela zisengakhethwa. Akunyanzelekanga ukuba uzenze. Zibandakanyelwe wena apha ukuba uzenze zikuncede kwaye ufumane ulwazi olongezelelweyo kunye nobunakho bokusebenzisa izixhobo zekhosi.
Sebenzisa iphepha elahlukileyo, sebenza phandle amanani endawo ethile yobomi bakho kwaye ubonise oku kwi graph.
QAPHELA: Phinda-phinda lo msebenzi kaninzi kangangoko ufuna ukuze ukwazi ukhululeka ngokupheleleyo ngemigaqo yenkqubo.