Kodwa wenza ntoni ukuba amanani e graph yakho abonisa ukuba uyinyusile imeko ngaphambi kokuba ufumane nethuba lokugcwalisa ifomyula? Ngaba uyilahla le fomyula kwaye uqalise elandelayo? Impendulo ngu “Hayi.” Ugcwalisa ifomyula sele uyiqalile.