UKUZIPHATHA KUNYE NEE MEKO
IVELA KWINCWADI YE SCIENTOLOGY
Bhalisa usebenzisa idilesi ye-meyile:

Kule khosi uya kufunda:
- Imithetho, ukuba ilandelwe ngokuchanekileyo inokukuzisela ikamva eliqaqambileyo, nelonwabisayo.
- Zithini iinkcukacha-manani kwaye uzisebenzisa njani ukulinganisa impilo yawo nawuphi na umsebenzi kunye nokuqikelela ukuba kuya kwenzeka ntoni kwixesha elizayo.
- Amanyathelo achanekileyo onokuwasebenzisa ukuphucula ngokukhawuleza nayiphi na imeko yobuqu okanye yobungcali ozifumana ukuyo.