Umanyano
Isakhono sesiqwenga somsebenzi owunikiwe
Qaphela: Ezi zakhono zokugqibela zisengakhethwa. Akunyanzelekanga ukuba uzenze. Zibandakanyelwe wena apha ukuba uzenze zikuncede kwaye ufumane ulwazi olongezelelweyo kunye nobunakho bokusebenzisa izixhobo zekhosi.
Fumana umntu ongayonyusa naye i ARC yakho ngokufumana into oyithandayo malunga naloo mntu.
QAPHELA: Phinda-phinda lo msebenzi kaninzi kangangoko ufuna ukuze ukwazi ukhululeka ngokupheleleyo ngemigaqo yenkqubo.