Itshati ka-Hubbard yoVavanyo Loluntu
Thatha umntu omaziyo umbonise kwitshathi ngokufumana enye yeempawu owaziyo ukuba ziyinyani ngalo mntu. Emva koko fumana nqanaba letone yakhe kwitshathi kwaye ujonge nganye kwiibhokisi ukuya ekhohlo nasekunene kwelo nqanaba letone ukufumana okungakumbi ngalo mntu.
Yenza le nkqubo kunye nabanye abantu obaziyo okanye osebenza nabo kwaye uyiphinde de ube nokuzithemba kokusebenzisa itshathi ukuxela ngokuziphatha komnye umntu.