ISIKALI SETONE YEMVAKALELO
IVELA KWINCWADI YE SCIENTOLOGY
Bhalisa usebenzisa idilesi ye-meyile:

Kule khosi uya kufunda:
- Isikali seemvakalelo wonke umntu anazo ebomini, ukusuka kwelona liphezulu ukuya kwelona lisezantsi.
- Ungakuqikelela njani ngokuchanekileyo indlela aziphatha ngayo umntu oza kuba liqabane lakho, iqabane kwishishini, umqeshwa okanye umhlobo—ngaphambi kokuba uzibophelele kubudlelwane.
- Izixhobo ezilula onokuzisebenzisa ukuphakamisa imeko yeemvakalelo zakho okanye zomnye umntu.