Ibloko yokuqala (into ethintela inkqubela phambili) enokuthi ikuthintele ekubeni ngumfundi ophumeleleyo kuso nasiphi na isifundo kukuzimisela ukwazi.
Lilo eli isango lokuqala ekufuneka livuliwe ukuze kuqaliswe nasiphi na isifundo kuba ukuba elo sango lihlala livaliwe, liya kukuthintela ekuqondeni nantoni na ozama ukuyifunda. Kuya kufuneka uzimisele ukufunda kwaye ufumanise ngezinto ongazaziyo.