ITEKNOLOJI YOKUFUNDA
IVELA KWINCWADI YE SCIENTOLOGY
Bhalisa usebenzisa idilesi ye-meyile:

Kule khosi uya kufunda:
- Isithintelo sokuqala sendlela yokoyisa ukuze ufunde ngempumelelo nantoni na.
- Imiqobo emithathu yokufunda enokuthintela ukuqonda kwakho isifundo—kunye nezixhobo ezichanekileyo zokoyisa le miqobo.
- Ufunda njani kwaye usiqonde ngokupheleleyo nasiphi na isifundo osikhethayo.