1.2 VAVANYA UKUQONDA KWAKHO Loluphi uhlobo lobungcali oludinga indawo engqongileyo enobungozi kubukho babo? 4 Abantu abaninzi bazingcali zokwenza okusingqongileyo kube nobungozi. Oku kubandakanya ubuchule obuifuna indawo engqongileyo enobungozi kubukho bazo, ezinje ngabepolitiki, ipolisa, unondaba, umngcwabi nabanye. Bayathengisa ubungozi bokusingqongileyo. Ukuba abathengisi indawo engqongileyo enobungozi, baya kwaphuka. Abantu abaninzi bazingcali zokwenza okusingqongileyo kube nobungozi. Oku kubandakanya ubuchule obuifuna indawo engqongileyo enobungozi kubukho bazo, ezinje ngabepolitiki, ipolisa, unondaba, umngcwabi nabanye. Bayathengisa ubungozi bokusingqongileyo. Ukuba abathengisi indawo engqongileyo enobungozi, baya kwaphuka. /xh-ZA/tools-for-life/solutions/steps/how-dangerous-is-the-environment.html#answer-1 Ngaba Bunobungozi Kangakanani Okusingqongileyo? Abepolitiki Abamaphephandaba Umngcwabi Ipolisa Zonke ezi zingentla Kwenzeka ntoni xa umntu efumanisa ukuba le ndawo ingqongileyo iyoyikisa? 0 Ke sifikelela kwisigqibo sokuba, ukuba umntu khange akwazi ukwenza ubomi bakhe into afuna ukuyenza, ke ukwimeko engqongileyo ayifumana isoyikisa. Ke sifikelela kwisigqibo sokuba, ukuba umntu khange akwazi ukwenza ubomi bakhe into afuna ukuyenza, ke ukwimeko engqongileyo ayifumana isoyikisa. /xh-ZA/tools-for-life/solutions/steps/how-dangerous-is-the-environment.html#answer-2 Ngaba Bunobungozi Kangakanani Okusingqongileyo? Akakwazi ukwenza ngobomi bakhe into afuna ukuyenza. Ufumana umsebenzi angawuthandiyo ukuze ahlupheke. Akafane abenobudlelwane bexesha elide. Qhubeka Qaphela: Ukuze uqhubeke, kufuneka ugcwalise onke amanyathelo angaphambili kule khosi. Inyathelo lakho lokugqibela elingaphelelanga ngu Buyela emva kwinqanaba lam lokugqibela QAPHELA: Uneempendulo ezininzi ebezingachanekanga. Ukuze uqhubeke, kuya kufuneka ufunde kwakhona inqaku Ngaba Bunobungozi Kangakanani Okusingqongileyo? Kwaye uvavanye ukuqonda kwakho kwakhona. Buyela emva ufunde inqaku kwakhona