IZIXHOBO ZENDAWO YOKUSEBENZA
IVELA KWINCWADI YE SCIENTOLOGY
Bhalisa usebenzisa idilesi ye-meyile:

Kule khosi uya kufunda:
- Unobangela wobunzima, ukungaqiniseki kunye nokusilela emsebenzini nakubomi.
- Kutheni udinwa kukuphatha abantu imini yonke kunye nento onokuyenza ngayo.
- Amanyathelo onokuwathatha ukoyisa ukudinwa kwaye uphinde ubenenzondelelo emsebenzini.