Umsebenzi Wokuziqhelanisa
Thatha into ekufuneka uyenzile ebomini—isigqibo ekufuneka usenzile okanye ingxaki ekufuneka uyisombulule—uze usebenze isisombululo esikuthathela ingqalelo ye dynamics nganye. Isisombululo kufuneka sibe yinto eyenzakalisa kancinane kwinani elincinci le dynamics okanye ezona zilungileyo kakhulu kwinani elikhulu lee dynamics.