Inqaku elibaluleke kakhulu ekufuneka ulibazele amehlo xa ufuna i Third Party ziingxelo zobuxoki. Iingxelo ezingeyonyani ziingxelo zibhaliweyo okanye zithethiweyo eziqulethe ubuxoki.

Ukuthintela ukuba umntu atyholwe ngobuxoki, nawuphina umntu onegunya nokuba lingakanani na kwiqela akufuneki amkele isityholo athathe amanyathelo ngaphandle kokuphanda ngokwakhe buqu aqinisekise ukuba ingaba isimangalo siyinyani na okanye sisenzo nje se Third Party. Oku kuya kuthintela ukohlwaywa kwabantu abangenzanga nto.
Ukukhusela umntu onyanisekileyo, ngalo naliphi na ixesha umntu esenza ingxelo yobuxoki ngomnye umntu, kufuneka lo ngxelo iphandwe ukuze kuqinisekwe ukuba iyinyani na.